album cover
Andikhathali
album cover
Andikhathali was released on February 23, 2024 by Nova Sounds as a part of the album Full Circle
ReleasedFebruary 23, 2024
LabelNova Sounds
LanguageEnglish
BPM
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Andikhathali
We started slow
It was infatuation ek’qaleni
Mmmh iyoh kwahamba kwahamba ixesha
Mna ndaCatcher
Ingaba luthando na endilivayo?
mmmhhhh…
Okanye zizinto zamabom
Ingaba luthando na endilivayo?
Yeah….
Okanye zizinto zamabom
Chorus
Andikathali ungandidlisa undifunze
Nom’usisono sam esikhulu x2
Ndizozam’ungadanisi
Nsuku zethu emhlabeni
Ndizobambi’ sandla sakho nsuku zonke
Emhlabeni emazulwini makwaziwe ungowami
Mna nawe lento yethu ay’secace
Chorus
Ingaba luthando na endilivayo?
mmmhhhh…
Okanye zizinto zamabom
Ingaba luthando na endilivayo?
Yeah….
Okanye zizinto zamabom
Andikathali ungandidlisa undifunze
Nom’usisono sam esikhulu x4
Written by: Vusi Nova, Vusmuzi Nongxa
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...