album cover
Stixo
106
Hip-Hop/Rap
Stixo was released on August 8, 2025 by Dee Koala (Pty) Ltd. as a part of the album iiNtsikelelo
album cover
Release DateAugust 8, 2025
LabelDee Koala (Pty) Ltd.
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM59

Credits

PERFORMING ARTISTS
Dee Koala
Dee Koala
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Odwa Stuma
Odwa Stuma
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Zino D
Zino D
Producer

Lyrics

Exe Shap, whuzet, k'hambani
upheth' uKweila
Queen yase Khaltsha
Before ndiqal' uadressa ezikaka
Khani cleane ezo ndlebe
Exe xani vasa
Cause le ndizoy'thetha ay'zo ngena kamnandi
Kuse khona ezinye irappers ezind'qhela kak'bi
iWes kule game
Ndim uoledi, nizi laaitie
Ndavusa irappers bezilele manyani
Awunond'fanisa nezinye, asifani
Xa us'faka kwi graph, ama bars awulingani
Sonke singa ringa kodwa icalls asifani
s'Xhosa sam sase kasi
As'fani no ifani
Exe Ndim umamakho inoba nilibele
Inspiration nil'ncance kweli bele
Industry apha ekapa nday'vusa ibilele
Ndibeke kwi feature sow'yazi ndiy'bulele
Ndawina iAward, hayi enkosi ndibulele
I can do it again but this time ndicimele
Niringa emva kwam, xand'thi gqi nizimele
Ez'wey niz'ringayo exe khaniz'mele
Yintoni ingxaki yenu nam khani thethe
Ringa nestixo Se game ndik'sikele
le wey ndiyenzel' ikhaltsha ndimamele
I dream about killing the game xandilele (Sheesh)
Exe, and'thand' uphikiswa
Eyam idrip, ingcwele iyaphilisa
Put my hand on the bible, and'zoy'phika
Ngoma zenu azi lendi, ziyagqithisa (Shwiii)
Nina niyathanda uthetha kakhulu, khanenz' imali, niyek' umosha
Abanye benu sen' cappa kakhulu
Nidlala nge xesha, exe ndiya boxa
eStudio sidinga iwash namamedi
Mas'thol' itrans' siyobacosha
If uAmanda akaz'shayi ngohamba
Bakhona abanye, andizo fosta
Xasibuyela endlini, khanicimeni iphone, cause andiz'shayi ngo fota
After recording ba posta ama snippet,
Kancane suphapha, phola
Ses'thenge iJager ne Case le wash ba bafuna ichampage exe bazoz'bona
As'kazulala sibusy siyaphanda, coz le mpilo ayimanga iyacosta
Ndizohlala ndiy'lamedi ene ghoni
Awunolenza ixesha aw'liboni
Oko nda cute but k'le game ndi ngu totsi
Ndiyabullisha kwi ndustry andixoki
uRiky uthe ndiy'bakhulu akaposi
iDrip and'thengi cause iza nge posi
oLine abay3 but owam awumfoji
Xaw'lay'tv soze ningand'boni
Le game ay'khapheli fak' imali uzobona
Written by: Odwa Stuma
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...