album cover
Loliwe
9
Pop
Loliwe was released on October 17, 2025 by DBD as a part of the album Loliwe - Single
album cover
Release DateOctober 17, 2025
LabelDBD
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM181

Credits

PERFORMING ARTISTS
Festa M
Festa M
Performer
Nolufefe Mzondi
Nolufefe Mzondi
Lead Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Celani Malinga Mthetheli stafans
Celani Malinga Mthetheli stafans
Songwriter
Nolufefe Mzondi
Nolufefe Mzondi
Songwriter
PRODUCTION & ENGINEERING
Celani Malinga Mthetheli stafans
Celani Malinga Mthetheli stafans
Producer

Lyrics

Ah uyeyeni sthandwa sami ndixolele
Hhe e he
Hamba loli
Hamba loli
Hamba loli
Hamba loliwe
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe (hha aha)
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe (hha aha)
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Hamba loliwe (hha aha)
Hamba loliwe (ohhh)
Hamba loliwe
Hamba loliwe (ohhh)
Sthandwa sami ndonile
Impazamo nd'yay'bona
Ndizohlala ndiz'thoba kuwe
Sthandwa sami ndonile
Impazamo nd'yay'bona
Ndizocela undixolele
Hamba
Hamba
Hamba
Uh ohh hamba loliwe
Hamba
Hamba
Hamba
Uh ohh hamba loliwe
Ah uyeyeni sthandwa sami ndixolele
(Hhe e he)
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe (hha aha)
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe (hha aha)
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Ndizokhwel'uloliwe
ndifik'ekuseni
Sthandwa sam
undilinde
(Hha aaa aha)
Hamba loliwe (hha aha)
Hamba loliwe (ohhh)
Hamba loliwe
Hamba loliwe ohh
Nguw'udali wam
Nguw'themba lam
Nguw'ubambo lami yhea
Ndiyak'thanda mntu wam
Impazamo ndiyabona
Hamba loliwe hooo
Hamba
Hamba
Hamba
Iyabachamel'inja ka gogo
Written by: Celani Malinga, Nolufefe Mzondi, mthetheli Stafans
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...