album cover
Sabela (Live)
3,589
Christian & Gospel
Sabela (Live) was released on January 1, 2000 by Columbia as a part of the album Connecting the Nation, Vol. 4 (Live)
album cover
Release DateJanuary 1, 2000
LabelColumbia
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM130

Music Video

Music Video

Credits

PERFORMING ARTISTS
Joyous Celebration
Joyous Celebration
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Mthunzi Namba
Mthunzi Namba
Composer
P. Ngqumeya
P. Ngqumeya
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Mthunzi Namba
Mthunzi Namba
Producer
Lindelani Mkhize
Lindelani Mkhize
Producer

Lyrics

Yesu lona
Wasusa amatyala
Wahlamba izono zami wabangigqirha
Oh, iyo, yo waba ngu gqirha apha kum'
Sabela, yo
Ngithi Yesu lona
Wasusa amatyala
Wahlamba izono zami wabangigqirha
Oh, iyo, yo waba ngu gqirha apha kum'
Sabela, sabela yo, yo, yo
Sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi lena ngithi woza nawe
Woza nawe
Sabela
Sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi lena ngithi woza nawe
Woza nawe, woza nawe
Sabela
Thixo wami
Wandenzela inxeba
Wandipha unyana wakhe wabangigqirha
Oh, iyo, yo waba ngu gqirha apha kum'
Uyabizwa, yo, yo, yo
Ndithi Thixo wami
Wandenzela inxeba
Wandipha unyana wakhe wabangigqirha
Oh, iyo, yo waba ngu gqirha apha kum'
Sabela, sabela, yo, yo, yo
Sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi lena ngithi woza nawe
Woza nawe
Sabela
Ngithi sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi lena ngithi woza nawe
Ngithi woza nawe, woza nawe
Sabela
Sabela uyabizwa ya, sabela uyabizwa
Silungisel' em'qam'lezweni
Sithi woza
Sabela uyabizwa, sabela uyabizwa nawe
Sabela uyabizwa nawe
Silungisel' em'qam'lezweni, yo, yo, yo
Woza
(Woho, ho kutheni ungamameli yo)
(Woho, ho kutheni ungamameli yo)
Woza nawe, sabela, iyo, i, o, o, o
(Woho, ho kutheni ungamameli yo)
(Woho, ho kutheni ungamameli yo)
Qolosela, qolosela, mfondini, qolosela
UThixo uyakubiza, yo
Sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi lena woza nawe
Woza
Sabela
Sabela uyabizwa, kutheni unga mameli
Yithikithi ngalena bo, ngithi woza nawe
Ngithi woza, woza nawe
(Sabela, sabela)
Written by: Mthunzi Namba, P. Ngqumeya
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...