Lyrics

Ndaza emva koko ndeva Sanga sisandi esikhulu Sesihlwele esikhulu emazulwini Oh ndaza mna emava koko Ndeva isanga sisanda esikhulu Sesihlwele esikhulu emazulwini Sisithi haleluya Usindiso nozuko Nembeko namandla Ngawe Nkosi uThixo wethu Awa amadoda amakhulu Angamashumi amabili Ona mane nezinto eziphilileyo zonke Zisithi udumo kuwe Angamashumi amabili Ona amane nezinto eziphilileyo zonke Zimele zikunike uzuko Nembeko namandla Ngawakho somandla Zisithi haleluya uzuko kuwe Haleluya siyakudumisa Ufanelwe ukuthandazwa Kufanelwe kuqutshudwe kuwe Abantu bonke mabakwazi Abantu bonke mabakwazi Ngithi ngawakho Somandla nagwakho Zisithi izithunywa kuye haleluya Simunik'imbeko Sikunika amandla wonke Sikunika udumo lonke Sithi bayede kuwe Somandla Imbeko yonke ikufanele Namandla ngawakho Ngawakho Nkosi, nagwakho Nkosi Saqubuda kuye uThixo Ohleliyo phezu kwethole Zisithi amen amen (Amen. amen, amen, amen, haleluya) Zisithi haleluya haleluya Zisithi amen amen amen haleluya Oh ufanelwe ukudunyiswa Ufanelwe ukubongwa Ufanelwe ukuthandazwa Baba ukungcweliswa kungokwakho Ufanelwe konko Zisithi haleluya siyabonga Uthando olwakho unalo Somandla Uthando lonke lwakho Alufani nolwabantu Olwabantu luyaphela Olwakho wabethelwa ngalo onqamlezweni Haleluya wabethelwa emthini wohlaza Ngenxa yethu ungenatyala Kungani ngingakubongi Somandla Kungani ngingathi haleluya bo Oh haleluya zisithi amen amen Amen haleluya Zasho zonke izingelosi Udumo kuwe amen amen Haleluya
Writer(s): Lindelane Mkhize, B Twani Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out