album cover
Lendlela
album cover
Lendlela was released on May 9, 2026 by TomiRMusic as a part of the album This Journey - Single
May 9, 2026
LabelTomiRMusic
LanguageEnglish
BPM115
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy

Lyrics

Le ndlela inde
Inamahla ndenyuka
Le ndlela inde
Inamahla ndenyuka
Inde lendlela
Inde lendlela
Inde lendlela
Yebo
Inde lendlela
Inde lendlela
Inde lendlela
Susa mehlo wam
Kwizintwe manukwezeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Bekezela izinto zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Susa mehlo wam
Kwizintwe manukwezeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Bekezela izinto zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Mna ndiyathand'ukuya kuye
Ndifike ndibeki ndaba yam ah yonke kuye
Mna ndiyathand'ukuya kuye
Ndifike ndibeki ndaba yam ah yonke kuye
Ndijong'ezintabeni uncedo luvela khona
Ndijong'ezintabeni uncedo luvela khona
Susa mehlo wam
Kwizintwe manukwezeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Bekezela izinto zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Susa mehlo wam
Kwizintwe manukwezeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Bekezela izinto zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanu kwenzeka
Zimanukwe
Written by: Bukeka Sam, Thomas Rikhotso
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...