Music Video
Music Video
Credits
PERFORMING ARTISTS
Rebecca Malope
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Qocwa
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Sizwe Zako
Producer
Lyrics
Ilanga liyaphum' ezintabeni
Ziyabuy' izizalwane zethu mama
Minyak' eminingi
Singasababoni
Abany' abasekho kulomhlaba
Yang' imiphefumlo yabo
Ingalala ngoxolo
Misebenzi yab'iyobhalwa
Ezincwadini zobomi
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan' isizwe silindele nina
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan' isizwe silindele nina
Sikhath' eside, long time
Nihambile
Nashiy' amakhaya nolonwabo
Nazokhumbulelw' uxol' elizweni lethu
Impi yenu niyinqobile
Uxolo luyeza
Abany' abasekho kulomhlaba
Yang'i miphefumlo yabo
Ingalala ngoxolo
Misebenzi yab' iyobhalwa
Ezincwadini zobomi
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan' isizwe silindele nina
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan' isizwe silindele nina
Sikhath' eside, long time
Nihambile
Yang' iNkosi ingasipha amandla
Sibathand' abant' abangazwaniyo ngathi
Kulawul' uxolo kuphela
Kulomhlaba woBaba
Abany' abasekho kulomhlaba
Yang' imiphefumlo yabo
Ingalala ngoxolo
Misebenzi yab' iyobhalwa
Ezincwadini zobomi
Inkokheli zethu ziyasebenza
Yang' iNkosi uSomandla
Ingabanik' umxhelo
Kulawul' uxolo nokuthula
Kulomhlaba woBaba
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan' isizwe silindele nina
Buyani nibuyel' ekhaya
Buyan'isizwe silindele nina
Sikhath' eside, long time
Nihambile
Na, na, na
Na, na, na, na, na
Na, na, na, na, na
Khanibuye
Khanibuye
(Na, na, na, na) abany' abasekho kulomhlaba
Yang' imiphefumlo yabo (na, na, na, na, na, na, na)
Ingalala ngoxolo
Misebenzi yab' iyobhalwa (na, na, na, na)
Ezincwadini zobomi (na, na, na, na)
Buyani nibuyel' ekhaya (kudala nihambile)
Buyan' isizwe silindele nina (siyanikhumbula)
Buyani nibuyel' khaya (kudala nihambile)
Buyan' isizwe silindele nina (siyanikhumbula)
Buyani nibuyel' ekhaya (hhelele ma, weh)
Buyan' isizwe silindele nina (hhelele ma, weh)
Buyani nibuyel' ekhaya (siyanikhumbula)
Buyan' isizwe silindele nina (kudala nihambile)
Buyani nibuyel' ekhaya (hhelele ma, weh)
Buyan' isizwe silindele nina (hhelele ma, weh)
Written by: Qocwa
