album cover
Ixesha
882
Christian & Gospel
Ixesha was released on November 8, 2014 by Selected Voices as a part of the album Sebenza Kuz'ukuhlwa
album cover
Release DateNovember 8, 2014
LabelSelected Voices
LanguageEnglish
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM133

Music Video

Music Video

Credits

Lyrics

Kubo bonke oThixo
Akakho onje ngaye
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade
Kubo bonke oThixo
Akakho onje ngaye
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade
Ezintsizini zethu
Iliso liyabona
Kuba inceba zakhe
Zimi ngo naphakade
Zimi ngo naphakade
Uyeza uyeza uMgwebi omkhulu
Abantu bobona iNkosi yezulu
Babeya kuvuswa kwa semangcwabeni
Babonakaliswe kwa sekukhanyeni
UMgwebi wofika nomkhosi omkhulu
Umkhosi wezakh' izithunywa zezulu
Amehlo oMgwebi omkhulu obona
Izinto zasese izinto zokona
Yekani izono noyike nilunge
Liveni ilizwi leNkosi nikhunge
Zithandazeleni nifun'izibele
Lixesha kaloku yizan'anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
(Ngoba) Lixesha kaloku yizan' anamkele
Written by: Unknown
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...