album cover
Abenguni (Live)
5,930
Afro-Pop
Abenguni (Live) was released on October 8, 2010 by Gallo Record Company as a part of the album Dance of the Forgotten Free (Live in Concert)
album cover
Release DateOctober 8, 2010
LabelGallo Record Company
Melodicness
Acousticness
Valence
Danceability
Energy
BPM68

Credits

PERFORMING ARTISTS
Thandiswa
Thandiswa
Performer
COMPOSITION & LYRICS
Thandiswa
Thandiswa
Composer

Lyrics

[Intro]
Andihambi ndedwa (Ndikhatshwa ngoMakhulu bam)
(Izinyanya zam, nooKhokho bam) Akhont' uzawuyenza
(Awunamandla wena) Ngek' uymele lent' oyenzayo
[Verse 1]

[Verse 2]
Sondel' apha mhlobam
Ndikuxoxel' indaba, yeah mh
Indaba ngokhokho bethu
Ngookhokho bethu, abeNguni
Kuth'wa kudala, kudala umhlab' useyimveku
Babeph phezulu, phaya phesheya
Besela ngothakanyika
Whoyo ndithi woyi woyi
Ndizalwa ngabeNguni
Whoyo ndithi woyi woyi
Ndizalwa ngabeNguni
[Verse 3]
Andihambi ndedwa (Ndikhatshwa ngoMakhulu bam)
(Izinyanya zam, nooKhokho bam) Oh akhont' uzawuyenza
(Awunamandla wena) Ngek' uymele lent' oyenzayo
[Verse 4]

[Verse 5]
Oh mina, oh mina yini ndisuka kude lena
Oh mina, oh mina
Yini ndawel' umlamb' omkhulu iZambezi neLimpopo
AmaMbo namYeren namaKharanga
AmaLala amaHimba amaShona
AmaKikuyu, amaXhosa amaZulu
AmaNdebele, oh Mayibo
AmaMbo namYeren namaKharanga
AmaLala amaHimba amaShona
AmaKikuyu, amaXhosa amaZulu
[Verse 6]
Oh andihambi ndedwa (Ndikhatshwa ngoMakhulu bam)
(Izinyanya zam, nooKhokho bam) Oh akhont' uzawuyenza
(Awunamandla wena) Ngek' uymele lent' oyenzayo
[Verse 7]

[Verse 8]

[Verse 9]

[Outro]
Uzalwa ngabeNguni, uzalwa ngaBantu
Uzalwa ngabeNguni, uzalwa ngaBantu
Uzalwa ngabeNguni, uzalwa ngaBantu
Written by: Thandiswa
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...