Şarkı sözleri

Ndenz'isigqibo mna ngathi Yangathi ayikho intwe ngapheliyo Andisafuni ubhalingoma ezib'hlungu Andisafuni, ucula ingoma ezibhlungu, mna no more This is the hardest thing i ever do Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ndik'nikile lonk'uthando lwam Ndakunika bal'ulonwabo Kanti sthandwa sam why undenza njena... Uymisil'ingqondo its fine Ubonil'izinto azispani but why, why, why undenza njena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Mna ndicelubuza madoda uthando lunjena? Lona luvela phina nah, Mna ndicel'ubuza madoda, Mna ndicel'ubuza madoda uthando lunjani nah? Lona luvela phi nah, Mna ndicel'ubuza madoda Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Ewe nd'yak'thanda kodwa ankwaz'uphila kanjena Mna bendingayaz uthando lunjena Till da end
Writer(s): Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ngcali Nundu, Lihle Baleni, Sihle Mdaka Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out