Şarkı sözleri

Ndincede Nkosi yam Ndiyeke obu tywala Ngoba ndinxila uMvulo neCawa Andinalo elokuthandaza Hayi mna andisayazi ndicede Nkosi yam Izinto zam zithand'ukundibhida Yilo tywala maan yilo tywala Andinalo elokuthandaza Ndincede Nkosi yam Ndiyeke obu tywala Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa Andinalo elokuthandaza Ndincede Nkosi yam Ndiyeke obu tywala Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa Andinalo elokuthandaza Mna ndizohlala ndihleli nawe Ngoba akekho omy'ofana nawe My Lord wen'uyandthanda Noma kunjani na Ndincede Nkosi yam Ndiyeke obu tywala Ngoba ndinxila uMvulo ne Cawa Andinalo elokuthandaza Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela Tywala, tywala, tywal'undibambezela
Writer(s): Bongani Mahlaole, Mphatso Nanchinga, Ntombokuqala Mambutho, Vusumzi Nongxa Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out