类似歌曲
制作
出演艺人
Zahara
表演者
作曲和作词
Bulelwa Mkutukana
作曲
Mojalefa Thebe
作曲
制作和工程
Mojalefa Thebe
制作人
歌词
Strength of a woman comes from within
You may get her down today, she will surely come around.
Strength of a woman comes from within.
You can get her down today, she will surely come around.
Inyand'entloko, usan'emqolo.
Ibuhlung'intliziyo yam.
Azi senzeni nenzalo yam.
Ibuhlungu intliziyo yam
Nenzalo yam
Ndizamukuphakamis'intloko yam
Umphefumlo wam, awuvumi,
Ibuhlungu intliziyo yam.
Ndizam'ukubopha amaxonya 'am
Izandla zam zidangele,
Ibuhlungu intliziyo yam.
Ndikunikil'uthando ndakunik'ubomi bam
Ndakunika konke nesizalo sam
Ngoku ndiyampampatha, ngoku andiyazi
Beniphi ixesha lonke mna ndinifuna
Azi senzeni nenzalo yam
Ibuhlungu intliziyo yam
Nenzalo yam
Writer(s): Mojalefa Thebe, Bulelwa Mkutukana, Mojalefa Gilbert Thebe
Lyrics powered by www.musixmatch.com