歌词
Kode kube nini ndizama
Kode kube nini ndikubongoza
Sendide ndagathi ziyandishiya
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini ndizama
Kode kube nini ndikubongoza
Sendide ndagathi ziyandishiya
Kode kube nini, ndizama
Ndikhal'inyembezi zegazi
Kode kube nini, ndizama
Abany'abantu bayalungelwa
Bafumana konke abakufunayo
Ndim'lo, ndihleli ndingenanto
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Ndikhal'inyembezi zegazi
Kode kube nini, ndizama
Abany'abantu bayalungelwa
Bafumana konke abakufunayo
Ndim'lo, ndihleli ndingenanto
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Kode kube nini, ndizama
Written by: Mandisi Dyantyis