制作

出演艺人
Msaki
Msaki
表演者
作曲和作词
Asanda Lusaseni Mvana
Asanda Lusaseni Mvana
词曲作者

歌词

[Verse 1]
Apho siyakhona
Imfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubon' ulila
Ngasemnqamlezweni
I hear what they say qha mna ndiz'thandela wena
Sul' inyembezi
Uqubud' ixesha
[Verse 2]
Apho siyakhona
Akhothw' amanxeba
Ndakubon' uphila ngasemnqamlezweni
Between intando yakho
Nothando lwakhe
Ooooh! Oooh wow Oooh wow Ooooh!
Saddle up my friend let's go to the borders
All that's here on now are unchartered waters
I'm the one who knows how beautiful you are
I hear what they say but I've loved you from the start
[Verse 3]
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Ohhhhhh
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
[Verse 4]
Apho siya khona iimfama ziyabona
Ngcambezela nawe
Sodibana khona
Ndakubon' uphila
Phakath' emfazweni
Between intando yakho
Nothando lwakhe
Saddle up my love let's go to the borders
All that's here on now are unchartered waters
I'm the one who knows how beautiful you are
I hear what they say but I've loved you from the start
[Verse 5]
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Oooh! Mna ndiz'thandela wena
Ohhhhhh
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Oooh! Mna ndiz'thandela wena (Iimfama ziyabona)
Written by: Asanda Lusaseni Mvana
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...