歌词
Umoya wam / ulangazelela wena
Wena / unomtsalane kum
Ngamehlo akho/ luncumo lwakho
Uthe wakufika/kwashenx ubumnyama
Ukhany Okwe nyanga
Ugxoth ukuthandabuza
Ingab uyaziqonda/ indlel okhanya ngayo
Khululeka/ Nditakuthemba
Sizawdhibana/ Sizawthetha
Singathandana/ Uzakukhetha
Umhle/ Nimhle
Khawkh usondele
Nguwe
Khetha / Khethisisa
Kheth ukuvuma
ndibe/ hi ngxe yobomi bakho
Vuma/Vuma
Khululeka
Mna Ndingakuthanda
themba mna/ Ngeke ndikulahlekise
Wena langa/ wena nyanga
Wena nkwenkwezi
Written by: Nozuko Mapoma
