音乐视频

Ungowami
观看 {artistName} 的 {trackName} 音乐视频

精选于

制作

出演艺人
Ami Faku
Ami Faku
表演者
作曲和作词
Ami Faku
Ami Faku
作曲
Amanda Faku
Amanda Faku
词曲作者
制作和工程
Wilson Okafor
Wilson Okafor
制作人

歌词

Oh-ohhh Thata nas'isandla sam Khauleza Ndikhokhele ke inhliziyo yakho Andithi uyavuma (Khauwenze) Wanes'uthando (Khauwenze) Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga (Khauwenze) Ndiyakufuna (Khauwenze) Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowami Ungowami Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowam Ungowam Enyanisweni Ufana nje Nenkanyezi Umsulwa kumu Ndikhanyiselwe ngophezulu Andithi uyavuma (Khauwenze) Wanes'uthando (Khauwenze) Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga (Khauwenze) Ndiyakufuna (Khauwenze) Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowami Ungowami Kudala Ndiphep'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowam Ungowam Ndikunige lonke Andithi uyavuma Wanes'uthando Emphefumlweni wam ndonwabile Ndiyakudinga Ndiyakufuna Ndivakalelwe Nguwe baby Kudala Ndipheph'uthando Kwati kovela Wena Ndabon'uba ungowami Ungowami
Writer(s): Chidibere Wilson Okafur, Amanda Faku Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out