制作

出演艺人
Sinoyolo Msolo
Sinoyolo Msolo
表演者
作曲和作词
Sinoyolo Msolo
Sinoyolo Msolo
词曲作者
制作和工程
Kenza
Kenza
制作人
Sun-El Musician
Sun-El Musician
制作人

歌词

Eh lovie sweetie
Themba lam muhleza wam
Ntandokazi yam
Bambo lwam
Sofa silahlane wam
Nguye lona
Nguye lona
Yena uzofumana abantwana nam
Ngoba vele usisthandwa sam
Nguye lona
Nguye lona
Ngoba yena uzohlala nam
Vele usisqanda mathe sam
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo

Ey dali ndiyabulela ukuthi usahleli nam
Ey sthandwa ndiyabulela ukuba ukhethe nam
Bendithi asoze mna, asoze mna ndibenawe
Bendithi asoze mna, asoze ndidibane nomntu ofana nawe
Nguye lona
Nguye lona
Yena uzofumana abantwana nam
Ngoba vele usisthandwa sam
Nguye lona
Nguye lona
Ngoba yena uzohlala nam
Vele usisqanda mathe sam
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Helele phakama ngu wa wangubaza, wa wangubaza
Soma ye, ye, soka mama yo, ye, soka wa wambazo
Hayi bo, hayi bo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Sele eyi ntombi yam, intombi yam, intombi yam, intombi yam
Intombi yam ingo
Intombi yam ingo
Written by: Sinoyolo Msolo
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...