音乐视频
音乐视频
制作
出演艺人
Buhlebendalo Mda
声乐
作曲和作词
Buhlebendalo Mda
作曲家
制作和工程
Buhlebendalo Mda
制作人
Sthembiso Twala
制作人
歌词
Ndibolekeni iwotshi
Ndikhangel'amaxesha
Okuza kwento yam
Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni)
Ndibolekeni iwotshi (Iwotshi)
Ndikhangel'amaxesha (Ndikhangel'amaxesha)
Okuza kwento yam (Ndibolekini)
Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni)
Ndibolekeni iwotshi (Iwotshi)
Ndikhangel'amaxesha (Ndikhangel'amaxesha)
Okuza kwento yam (Khanindibolekini)
Yiza ntoyam
Ndibolekeni iwotshi (Ndiboleken'iwotshi)
Ndikhangel'amaxesha (Ndikhangel'amaxesha)
Okuza kwento yam (Ndibolekini)
Yiza ntoyam
Kudala ndiphumile emzini kamama
Kanti wen'ufika nini, linditshonel'ilanga
Ndithe ndiyotheza iinkuni namany'amantombazana
Kudala ngoko, uzade andibethe umama
Yiza ntoyam
Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza ntoyam
(Yiza) Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza nto yam
(Khanindibolekeni)
Ndibolekeni iwotshi (Bolekeni)
Ndikhangel'amaxesha (Amaxesha)
Okuza kwento yam (Ndibolekini)
Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni)
Ndibolekeni iwotshi (Khanindibolekeni)
Ndikhangel'amaxesha (Khanindibolekeni)
Okuza kwento yam
Yiza ntoyam
Kuzade kutshon'amalanga
Zibuy'inkomo ebuhlanti
Kuzade kutsh'amanzi emlanjeni
Buya ntoyam
Kuzade kutshon'amalanga
Zibuy'inkomo ebuhlanti
Kuzade kutsh'amanzi emlanjeni
Buya ntoyam
(Khad'ubuye ntoyam) Yiza ntoyam
(Ndiyakukhumbula ntoyam) Yiza ntoyam
(Yiza kum ntoyam) Yiza ntoyam
(Ndikulindile) Yiza ntoyam
(Khad'ubuye ntoyam) Yiza ntoyam
(Ndiyakukhumbula ntoyam) Yiza ntoyam
(Yiza kum ntoyam) Yiza ntoyam
(Ndikulindile) Yiza ntoyam
(Ehh iwoshi) Ndibolekeni iwotshi
(Ndikhangel'amaxesha) Ndikhangel'amaxesha
(Iwotshi) Okuza kwento yam
(Ehh i wotshi) Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni) Ndibolekeni iwotshi
(Iwotshi) Ndikhangel'amaxesha
(Iwotshi) Okuza kwento yam
(Khanindiboleki) Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni iwotshi) Ndibolekeni iwotshi
(Ndikhangel'amaxesha) Ndikhangel'amaxesha
(Okuza kwento yam) Okuza kwento yam
(Khanindiboleki) Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni iwotshi) Ndibolekeni iwotshi
(Ndikhangel'amaxesha) Ndikhangel'amaxesha
(Okuza kwento yam) Okuza kwento yam
(Khanindiboleki) Yiza ntoyam
(Khanindibolekeni) Yiza ntoyam
(Hey yeyi) Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam) Yiza nto yam
(Yiza) Yiza ntoyam
(Yiza ntoyam)
Written by: Buhlebendalo Mda


