音乐视频
音乐视频
制作
出演艺人
Cuebur
合成器编程
Zikhona
声乐
Eurey Mabotha
钢琴
作曲和作词
Nicholas Tshilotane Mboweni
作曲
Zikhona Gqamana
作曲
制作和工程
Cuebur
制作人
歌词
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Lingcinga zam ziinzulu
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Mihla yonke
Uncumo lwakho
Namehlo akho, akhany okwe nkwenkwezi
Yi yithando
Und'phazamisile thando
Yi yithando
Ndihlala nd'cinga ngawe ngawe (Lonk' ixesha ngawe)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Kudala bendibuza
Ntombazan' uy'thathaphi indond' enjena (Nje nga lena)
Ntsuko zonke
Uncumo lwam
Namehlo am
Akhany' okwe nkwenkwezi
Yi yithando
Und'phazamisile thando
Yi yithando
Ndihlala nd'cinga ngawe ngawe (Ntsuku zonke ngawe)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Mna ndaze ndal' fumana (Fumani isoka lam)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Ndihlala nd'cinga ngawe (Ngawe)
Nd'cinga ngawe
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami (Soka lami)
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Fumani, fumani isoka lami
Written by: Nicholas Tshilotane Mboweni, Zikhona Gqamana