歌词
[Verse 1]
Nanga lamathunzi
Afika nenyani
Ahamba nelanga
Nokuncuma kwam
[Verse 2]
Andikwaz' ulala
Ingqondo iyala
Kubuya iingcinga
Zokuzibulala
[Verse 3]
Ndinovalo
(Ooh ooh ooh)
(Ooh ooh ooh)
Ndinovalo
(Ooh ooh ooh)
(Ooh ooh ooh)
[Verse 4]
Emini ndiyakwazi
Ukuphilisana nani
Ndincuma ndiveze elokugqibela
Ndibaleka iimibuzo
[Verse 5]
Ewe andifuni ukubuzwa
Ngoba ukukhala akusizi
Ngakho ndifihla zonke iinhlungu zam
Ndilinde ubusuku (Ndilinde ubusuku)
[Verse 6]
Ndinovalo
(Ooh ooh ooh)
(Ooh ooh ooh)
(Ndiyoyika)
Ndinovalo
(Ooh ooh ooh)
(Ooh ooh ooh)
[Verse 7]
(Ndolulel' isandla)
(Kumnyama empilweni yam)
(Ndolulel' isandla)
(Kumnyama)
Written by: Yallunder

