album cover
Undishiyile
album cover
Undishiyile 由 987667 Records DK2 于 2020年9月29日 发行,作为专辑“Being Heard”的一部分。
2020年9月29日
唱片公司987667 Records DK2
语言English
BPM69
旋律性
不插电
Valence
舞蹈性
能量

歌词

Undishiyile wena undishiye ngemva
Ewe ndikhalile kodwa akukho ukunceda
Ngeke uphinde ubuye ngqondo yam iyayazi lo nto
Kodwa ndiyakucela ndicela uxelele intliziyo yam
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Kumnandi apho ukhoyo yamkele ukuba umkile
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Ixilongo likhalile uSomandla ukubizile
Ewe undishiyile wena undishiye ngemva
Undishiye nothando intlonipho nokuzithemba
Nantsi into apha ikhoyo andifuni ukulibala
Kodwa ndiyakucela ndicela uxelele intliziyo yam
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Kumnandi apho ukhoyo yamkele ukuba umkile
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Ixilongo likhalile uSomandla ukubizile
Ela hey la hey la hey
Ela hey la hey la hey
Ingelosi zakhe zikubizile, heh
Ingelosi zakhe zikwamkele, heh
Ingelosi zakhe zikubizile, heh
Ingelosi zakhe zikwamkele, heh
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Kumnandi apho ukhoyo yamkele ukuba umkile
Xelel' intliziyo yam yekelela soze ubuye
Ixilongo likhalile uSomandla ukubizile
Written by: Aviwe Panya, Bulela Ngodwane
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...