音乐视频
音乐视频
制作
出演艺人
Mobi Dixon
表演者
NaakMusiQ
表演者
Nichume
表演者
Blomzit Avenue
表演者
作曲和作词
Mabi Ntuli
作曲
Zukhanye Sidinile
作曲
Anga Makubalo
作曲
Nichume Siwundla
作曲
Malibongwe Blom
作曲
制作和工程
Mabi Ntuli
制作人
歌词
[Verse 1]
Yajikeleza ingqondo imoshiwe
And that's too bad ngoba ndinesibindi
Nob'ungazama ntoni ndiqinile
Wena ingathi awuboni ndigymile
Wazama umosha umoya wam kodwa ndisamile
[Verse 2]
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
[Verse 3]
Ndiphumile ebumnyameni
Ndingenile ekukhanyeni
Ndakh'isizwe sam
Khokhela ilifa lam
Amaqhinga aphelile
Ukuhlupheka ndibubonile
Apho kukho ingcinga zakude
Apho ndingasoze ndibuyele
[Verse 4]
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
[Verse 5]
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
[Verse 6]
Baxolele abangayazi
Uba sihamba nani
Uba sima ngenkani
Lahleba ilizwi liyanqanda
Lithi masidibaneni
Masincedaneni ye bakuthi
Masidibaneni
[Verse 7]
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
Idlozi linamandla
Asoze ulunge apha
Ungazama uncame
Abaphansi bahamba nami
[Verse 8]
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
Hlonipha idlozi
Camagu bantu'badala
Written by: Anga Makubalo, Mabi Ntuli, Malibongwe Blom, Nichume Siwundla, Zukhanye Sidinile


