制作

出演艺人
Bongo Beats
Bongo Beats
声乐
Zanda Zakuza
Zanda Zakuza
表演者
作曲和作词
Zanda Zakuza
Zanda Zakuza
作曲

歌词

Hmm
Ha-ah
Oh-oh, ndiyazi
Ha-ah
Mna ndidiniwe
Ndoyisiwe
Oh-oh, ndimkile
Ha-ah
Mna andazi ukuba ndizakuthini na
Mna andazi ndizakunika ntoni na
Mna andazi ukuba ndizakuthini na
Oh-oh, andiyazi ndizakunika ntoni na
Ngoba wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Hay, wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Ndakunika uthando
Ikhaya nemfudumalo
Oh, kunye nembeko
Kodwa wena awuyazi
Oh, ndakunika uthando
Ikhaya nemfudumalo
Kodwa wena awuyazi
Oyifunayo, awuyazi oh-oh
Ngoba wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Hay, wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Hmm
Ha-ah
Oh-oh, ndiyazi
Ha-ah
Mna ndidiniwe
Ndoyisiwe
Oh-oh, ndimkile
Ha-ah
Mna ndidiniwe
Ndoyisiwe
Kwaye ndimkile
Ha-ah
Ngoba wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Hay, wena awuyazi into oyifunayo
Hayi wena awuyazi into oyifunayo
Ndakunika isandla, ndakunika nengalo
Ndakunika mabele (Awuyazi into oyifunayo)
Written by: Zanda Zakuza
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...