制作
出演艺人
Ntsika
领唱
作曲和作词
Ntsika Fana Ngxanga
词曲作者
Bongani Mahlaole
词曲作者
制作和工程
Ntsika Fana Ngxanga
制作人
Bongani Mahlaole
制作人
Robin Walsh
其他工程师
歌词
[Verse 1]
Ebusuku ndilele
Kufika ukhokho ka khokho uTaMkhulu uMayiza
Sithe sisahleli kanjalo ndeva kukhala ingoma
Ndithe xa ndivuka ekuseni yayimana ikhala lengoma ithi sabela
[Verse 2]
Ebusuku ndilele
Ndinikwa intonga kuthwa thatha Ntsika hamba uyophilisa isizwe
Sithe sisahleli kanjalo ndeva kukhala ingoma
Ndithe xa ndivuka ekuseni yayimana ikhala lengoma ithi sabela
Written by: Bongani Mahlaole, Ntsika Fana Ngxanga