歌词
Sondelapha
Babe ndikubuze
Ukuba ukhalelani
Hmm yeah yeah yeah yeah
Ndiselapha
Andisoze ndikushiye
Wena ulubambo lwami
Nguwe
Kunganetha iimpuku
Zihle ngesibhaka bhaka
Angabuya noYesu
Azok' xelela ukuba ndiyakuthanda
Impilo imnandi apha kuwe
Intliziyo ilatha apha kuwe
Ukuba ndingalahlwa nguwe
Ndingazibona sendiphambana
Impilo imnandi apha kuwe
Intliziyo ilatha apha kuwe
Ukuba ndingalahlwa nguwe
Kuwe
Ndingazibona sendiphambana
Yeah
Eh Ndikuthele nqa
Umane ukhala
Kanti uyika ukulahlwa yeah
Kanti kemna
Xa ucinga
Ndingoyena oyik' ukulahlwa
Uyabona babe siyafana girl
Kungaphela iintsuku
Ukutya ndingakubambi
Kungadlula iminyaka
Ndibhitye ndibelicala babe
Impilo imnandi apha kuwe
Akusemnandi
Ukuba nawe girl
Ndingazibona sendiphambana
Impilo imnandi apha kuwe
Intliziyo ilatha apha kuwe
Ukuba ndingalahlwa nguwe
Nguwe
Ndingazibona sendiphambana
Kunganetha iimpuku
Zihle ngesibhaka bhaka
Kunga buya noYesu
Azok' xelela ukuba ndiyakuthanda girl
Akusemnandi
Ngeke ndikushiye girl
Kuwe ndingaphambana babe
Akusemnandi
Yeah
Akusemna ndingazibona ndiphambana
Impilo imnandi apha kuwe
Intliziyo ilathapha kuwe
Ukuba ndingalahlwa nguwe
Kuwe ndingazibona sendiphambana
Ngaphandle kwakho
Ndifuna wena wedwa babe
Ndifuna wena ndifuna wena ndifuna wena ndifuna wena dear yeah yeah
Oooh yeah
Written by: Buhle Gift Gwe, Moeketsi Asaiah Mamakoko