制作
出演艺人
Nkosinathi Mankayi
领唱
作曲和作词
Bongani Mahlaole
词曲作者
Nkosinathi Mankayi
词曲作者
制作和工程
Bongani Mahlaole
制作人
Gavin
其他工程师
歌词
[Verse 1]
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
[Verse 2]
Koluthando ndibon' ingozi
Koluthando ndibon' intshaba
Zezilungiswe nguw' ezonto
Ndenzenjani
Koluthando ndibon' ingozi
Koluthando ndibon' intshaba
Sezilungiswe nguw' ezonto
Ndenzenjani
[Verse 3]
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani, ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
[Verse 4]
Ndakudliwa nas'isifo
Onk'amandla angahluthwa
Ndiyazama kodwa ndenzenjan
Yiguqul' eyamintongo
Yifanise naleyakho
Susa konk' ukuthandabuza, ndenzenjani
[Verse 5]
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani, ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
[Verse 6]
Koluthando ndibon' ingozi
Koluthando ndibon' intshaba
Zezilungiswe nguw' ezonto
Ndenzenjani
Koluthando ndibon' ingozi
Koluthando ndibon' intshaba
Sezilungiswe nguw' ezonto
Ndenzenjani
[Verse 7]
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani, ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
[Verse 8]
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi
Ndingenza njani
Written by: Amanda Mankayi, Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi