制作
出演艺人
Nkosinathi Mankayi
领唱
Pule Mokoena
电吉他
Courage Sadiki
鼓
Bongane Mahlaole
键盘
Makabongwe Magongo
电低音吉他
作曲和作词
Nathi
词曲作者
制作和工程
Lance Stehr
制作人
Sipho Nyathela
制作人
歌词
[Intro]
Makuded' ubumnyama
Kuvel' ukukhanya endleleni zam
Nd'yayazi ilizwi lendod' engenamali alivakali
[Verse 1]
Nd'yakuthanda ntombazana
Nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
[Verse 2]
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
[Verse 3]
Ngamagama, oh
Ndiphelelwa ngamagama, hayi-hayi
[Verse 4]
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
[Verse 5]
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
Andazi ndenze kanjani
Nd'yakuthanda ntombazana
Mna nd'yakthanda manyan' nyani
[Verse 6]
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
[Verse 7]
Amagama, amagama
Amagama
Amagama, amagama
Amagama
[Verse 8]
Usistovu sam samalahl'
Esind'khusel' ezingqeleni zaseb'sika
Usisambulela sam selang'
Esind'khusel' emalangen' asehlotyeni
Uligungqu lam le chocolate
Limnandi nje nge-Toffolux
Andazi ndenze kanjani
[Verse 9]
Ndifun' amagama anenyani
Ndifun' amagam' anencasa
Ndifun' amagama anothando
Ndifun' amagama anamandla
Ndifun' amagam' anencasa
Ndifun' amagama anothando
[Verse 10]
Simakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
Phakathi kwezaphuselane
Simakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
Phakathi kwezaphuselane
[Verse 11]
Ngqumhakho nd'yakuthanda mna
Ngqumhakho uyand'chaza mna
Ngqumhakho nd'yakuthanda mna
Ngqumhakho nd'yakuthanda mna
Ngqumhakho uyand'chaza mna
Ngqumhakho nd'yakuthanda mna
[Verse 12]
Amagama, amagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
[Verse 13]
Amagama, amagama, amagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
Ndiphelelwa ngamagama
[Verse 14]
Amagam' anenyani
Amagam' anencasa
Amagam' anenyani
Amagam' anencasa
Amagam' anenyani
Amagam' anencasa
Amagam' anenyani
[Outro]
Ndiphelelwa ngamagama
Written by: Nathi

