音乐视频

音乐视频

制作

出演艺人
Asemahle
Asemahle
声乐
INNOVATIVE DJz
INNOVATIVE DJz
表演者
制作和工程
Donald Mogane
Donald Mogane
制作人
Lebogang Seoka
Lebogang Seoka
制作人

歌词

Sul' inyembezi zam
Uyixolise intliziyo yam
Uyiphendule imithandazo yam Sonini
Sul' inyembezi zam
Uyixolis' intliziyo yam
Uyiphendule!
imithandazo yam
Sonini
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
E Gameni Lo Yise Nonyana
No Moyo iNgcwele
Ndizithoba Kuwe Sonini
Ndizithoba Phambi kwakho
E Gameni Lo Yise Nonyana no Moyoyi Ngcwele
Ndizithoba Kuwe Sonini
Ndizithoba Phambi kwakho
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Ndiyathandaza
(Kuwe Somandla)
Sul' inyembezi zam
Uyixolise intliziyo yam
Uyiphendule imithandazo yam
Sonini
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Ndiyathandaza
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
(Kuwe Somandla)
Kuwe Somandla
Kuwe Somandla
Written by: Asemahle, Donald Mogane, Lebogang Seoka
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...