歌词

Chants Hey-e-ey hey e-e-ey Horhuh Bendikhe ndophul"intliziyo before Ndandikhe ndadlala ngothando before Kodwa ndaz'bona ukuduka kwam Kwaye ndaz'vuma iziphoso zam Ingcibi yamanzi ifa ngamanzi Kuthwa what goes around Comes back around Tyini kub'hlungu ukuthanda wena Wandophul"intliziyo ndikuthanda wena Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Okwenzekileyo Kokudaliweyo (Kuyafana) Ayikh'enyindlela mandiz'xolise Ilihlwili intliziyo yam Ilihlwili kuthanda wena Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nana Thula thula thula Thula moya wam Buka buka buka Intlisiyo yam (Nana) Ibihlungu kuthanda wena Ibihlungu kuthanda wena nanaN
Writer(s): Zama Mbanga Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out