制作
出演艺人
Bongeziwe Mabandla
表演者
Tiago Correia-Paulo
表演者
作曲和作词
Bongeziwe Mabandla
词曲作者
Tiago Correia-Paulo
词曲作者
制作和工程
Rogan Kelsey
母带工程师
Tiago Correia-Paulo
制作人
Stephen Sedgwick for Solar Management Ltd.
混音工程师
歌词
[Intro]
Noba bangathini, thini
Thina sadalelwa ukuba kunye
Andi-, andikwazi uyicacisa
Indlela endiva ngayo
[Verse 1]
Kodwa noba bangathini, thini
Luthando lwenyani olu
Makungabikho nto
Eyophinde isahlule
Ndincame konke ebendinako
Ndakhetha ukuba nawe
[Verse 2]
Ngoba xa ndihleli nawe
Liyama ilizwe lami
Ndibe semoyeni
Ndonyuke ndifike phezulu
[Verse 3]
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Ndifuna
Ewe
Wena uhlale
Ewe
[Verse 4]
Ewe
Ewe
Ewe
Ewe
Ungaze
Ewe
Uphinde uhambe
Ewe
[Verse 5]
Uthi xa ukhala
Ndilile, ndilile
Uthi xa ukhala
Uthi xa ukhala
Kukhala mna
Inhlungu yakho yonke
Ndiyiva ngaphakathi
Uthi xa uvuya
Ndivuye nam
Mna ndilapho
Aph'ukhoyo
[Verse 6]
Zingaphi imini
Sihleli sobabini
Sithembisan'ukuba
Izinto zokulunga
Namhlanje ndifun' uyazi
Lomini ideyafika
[Verse 7]
Thand' uthanda wena
Thand' uthandwa nguwe
Hlala nami kuze
Kube ngunaphakade
Hlala nami kude
Kube ngunaphakade
[Outro]
Ndijonge ngamehlo
Ngamehlo akho amahle
Ndifuna ukuba nawe
Nawe
Nawe
Nawe
Ndifuna ukuba nawe
Nawe
Nawe
Nawe
Written by: Bongeziwe Mabandla, Tiago Correia-Paulo

