制作

出演艺人
Bravo Le Roux
Bravo Le Roux
表演者
iFani
iFani
表演者
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
说唱
Mzayifani Mzondeleli Boltina
Mzayifani Mzondeleli Boltina
说唱
作曲和作词
Bravo Le Roux
Bravo Le Roux
作词
iFani
iFani
作词
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
词曲作者
Mzayifani Mzondeleli Boltina
Mzayifani Mzondeleli Boltina
词曲作者
制作和工程
Msai Beats
Msai Beats
制作人
TT Beats
TT Beats
声乐录制工程师
Zee Bee
Zee Bee
助理工程师
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
联合制作人
Zolani JAMA
Zolani JAMA
联合制作人

歌词

Haybo, Ta Bravo
Haybo ishu
Hay mani
Haybo, iFani
Haybo, Ta Bravo
Haybo ishu
Asoze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Lamakhwenkwe ndiyawo nyanya mna
Oh bancane kunami
Ndibethelwa ntoni na?
Ndibethelwa ntoni na?
Ngoba bancane kunami
Okay
uTa Bravo really don't play
Bayandazi xa bebonke
Mna span ub'suku bonke
Khanijonge lo maduna
Hay lomntana uyaduma
Oko yen' uhlal' ehlupha
Nee promoter ziyamfuna
Nabo besithi they bigger than us (bayaxoka, mfondini)
Noba ba jas
Maybe batshaya iidrugs
Ngoku die poppe saal dans
Sith aba abapheth' amakasi
Kas' kas kas'
Asoze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
La makhwenkwe ndiyawo nyanya mna
Oh bancane kunami
Ndibethelwa ntoni na?
Ndibethelwa ntoni na?
Ngoba bancane kunami
Haybo
RIP ku Makhado
Hay azisafani izitrato
Mna ndikhule nama vato
Bebendibiza Desparado
Kodwa ngoku ndingu Bravo
Matter of fact TA BRAVO
Hay sho
Gassed up njengo Sasol
Ndandi hiker from eGrabouw
For iqhuba ilambo
Ndiyabulela dankie bawo
Zange ndalala kwi cardboard
Zange ndahlala kwizi trato
Asoze ndixole mna
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
La makhwenkwe ndiyawo nyanya mna
Oko ndaphuma ndaphuma k'la ndaw'
Oko ndanyuka ndanyuka lantana
Akuna ndaba ndiphumile pha
Abanendaba ndiphumile pha
Mna nawe sohlangana pha
Singama soja sohlangana pha
Emculweni siphangela aph'
Ubomi bethu abuphelelang' aph'
Njenge pirates ne chiefs
Thina bes' zondana kangakaya
Kodwa in real life
Sekhe sadibana sekhe sa hug
Sekhe sancokola sekhe salarha
Isindla sam sekhe wasibamba
Ndawin' iSAMA wandibamba isandla
Wagqibo perform'a ndak'bamba isandla
Akuna ndaba sidlulile pha
Emculweni siphangela aph'
Mna ndiyinja Yoh a savage
Emculweni siphangela aph'
Ndi rapper raw zii metaphors
Emculweni siphangela aph'
It's like you on interviews
Emculweni siphangela apha
But ubomi bethu
Asoze ndixole mna
Abuphelelanga apha
Ndibethwa ngabafana
Bangaphezulu
Lamakhwenkwe ndiyawo nyanya mna
Asoze ndixole mna
Written by: Bravo Le Roux, Mzayifani Mzondeleli Boltina, Sinesipho Peter, iFani
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...