制作

出演艺人
Ringo
Ringo
表演者
作曲和作词
Ringo
Ringo
作曲家
制作和工程
Ringo
Ringo
制作人
Victor Masondo
Victor Masondo
制作人
Joe Arthur
Joe Arthur
制作人

歌词

Noba ungakanani na, noba wenzani ndiyakuhlonipha
Xa uhloniphayo
Bathi asithandani, akhomnt' ungcono
Bayasixabanisa njalo
Uvile na, uyazi bathini na
Bathi ulisela, bathi mna ndithand' ukulwa
Vhavhoni unga vhari divha, ndingwazo vhatshiri aringa funani
Ngauri ari thoniphani, ari thoniphani
Nkqo, nkqo, nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, kodw' inzondo iyaphela
Nkqo, nkqo, nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, uthando luzonqoba
Yemk'itileni uyashiyeka ndoda, uzathi mama kubani na
Uthi tata kubani na
Ndithe akhomnt' ungcono kunawe, oh, ga o itshepe na
Le wen' o kaba moeta pele, ga o batla, o seke watshaba
Nkqo, nkqo, nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, kodw' inzondo iyaphela
Nkqo, nkqo, nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, uthando luzonqoba
O batlwile na, oa tsiba ba reng
Bare o rata holwa, bare oa otsoa
Vhavhoni unga vhari divha, ndingwazo vhatshiri aringa funani yhoo
Ngauri ari thoniphani, ari thoniphani
Masibambane ngezandla, sibabonise
Ngoba sibanye kuyohlala kunjalo
Masibambane ngezandla, sibabonise
Ngoba mna nawe sohlala sithandana
Masibambane ngezandla, sibabonise
Ngoba sibanye kuyohlala kunjalo
Masibambane ngezandla, sibabonise
Ngoba mna nawe sohlala sithandana
(Masibambane ngezandla, sibabonise)
Oh, njalo, njalo
(Ngoba sibanye kuyohlala kunjalo)
Masibambane ngezandla
(Masibambane ngezandla, sibabonise)
Ngoba mna nawe (Sohlala sithandana)
Masibambane, masibambane
(Masibambane ngezandla, sibabonise
Ngoba sibanye kuyohlala kunjalo
Masibambane ngezandla, sibabonise)
Oh, njalo, yeah-yeah, njalo
(Ngoba mna nawe)
Written by: Ringo Madlingozi
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...