制作
出演艺人
Soa Mattrix
表演者
Bassie
声乐
Happy Jazzman
表演者
作曲和作词
Mandla Mashakeni
作曲
Basetsana Maluleka
作曲
Happy Stephen Thabo Mackenzie
作曲
制作和工程
Soa Mattrix
制作人
Happy Jazzman
制作人
Happy Man
制作人
歌词
Ya ya heh
Ya ya ya
Ya ya heh
Ya ya ya
Ya ya heh
Ya ya ya
Ya
Ya
Mphefumulo wam hamba nam
Ntliziyo yam ungapheli amandla (Ungapheli amandla)
Bawo wam hlala nam (Bawo wam hlala nam)
Themba lam phila nam (Themba lam phila nam)
Mphefumulo wam hamba nami weh
Ntliziyo yam ungapheli amandla
Bawo wam hlala nam (Bawo wam hlala nam)
Themba lam phila nam (Themba lam phila nam)
Lendlela inde ngizose ngifike
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Lendlela ingcolile
Abantu basile (Basile)
Kuzolunga ma’uhamba nam Moya wam
Lendlela inde ngizose ngifike
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Lendlela ingcolile
Abantu basile
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Hamba nam
Owam uhamba nam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam hamba nam
Owam hamba nam
Owam Moya wam
Owam uhamba nami
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uhamba nami
Mphefumulo wam hamba nam
Ntliziyo yam ungapheli amandla
Bawo wam hlala nam
Themba lam phila nam
Mphefumulo wam hamba nami weh (Nami weh)
Ntliziyo yam ungapheli amandla
Bawo wam hlala nam (Bawo wam hlala nam)
Themba lam phila nam (Themba lam phila nam)
Hamba nam
Owam uhamba nam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam hamba nam
Owam hamba nam
Owam Moya wam
Owam uhamba nami
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uMoya wam
Owam ngowam
Owam uhamba nam
Lendlela inde ngizose ndifike
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Lendlela ingcolile
Abantu basile
Kuzolunga ma’uhamba nam Moya wam
Lendlela inde ngizose ndifike
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Lendlela ingcolile
Abantu basile
Kuzolunga ma’uhamba nam Bawo wam
Hamba nam
Owam uhamba nam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam hamba nam
Owam hamba nam
Owam Moya wam
Owam uhamba nami
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uMoya wam
Owam uhamba nam
Owam uhamba nami
Owam ngowam
Owam uMoya wam
Owam ngowam
Owam uhamba nam
Written by: Basetsana Maluleka, Happy Stephen Thabo Mackenzie, Mandla Mashakeni

