album cover
Malusi
album cover
Malusi 由 7108773 Records DK 于 2024年6月20日 发行,作为专辑“UTHIXO”的一部分。
专辑UTHIXO
Released2024年6月20日
唱片公司7108773 Records DK
语言English
BPM100
旋律性
不插电
Valence
舞蹈性
能量

歌词

Akapheli amagama ombulelo
Akapheli amagama ombulelo
Kuba wena Thixo awubalahli abantu bakho
Noba sikona imihla le
Noba asikukhonzi ngokufanelekile
Kodwa wena awubalahli abantu
Awubalahli abantu bakho
(Awubalahli abantu bakho)
Ungumalusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ewe ungubamalusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ungu malusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ewe ungu malusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Bawo zohambi indlela zakho
Sebenzise moya oyingcwele
Umoya wam ugcwele
Ukubonga wena
Bawo ndiyayazi ndisuka kude
Ngeba mna andikho apha e
Ukuba wena wawungekho ecaleni kwam
Ezindleleni uhambe nathi
Nobu sathane endlala ngathi
Azange uvume ngempilo zethu
Bawo ubuhleli nathi
Bawo ndiswele amagama
Okubulela wena ee
Undikhusele kwelokrele
Lika sathana wee
Ungumalusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ewe ungubamalusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ungu malusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Ewe ungu malusi wezimvu
Awubalahli abantu bakho
Written by: Solethu Manzonzo
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...