The Soil 的热门歌曲
类似歌曲
制作
出演艺人
The Soil
表演者
作曲和作词
Ntsika Fana Ngxanga
作曲
Luphindo Ngxanga
作曲
Buhlebendalo Mda
作曲
Samkelo Leletu Mdolomba
作曲
歌词
(Nazi inkomo ebuhlanti)
(Kuvume nabaphansi)
(Besithi eyi sani)
(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)
(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)
(Nazi inkomo ebuhlanti)
(Kuvume nabaphansi)
(Besithi eyi sani)
(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)
(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)(sho)
Ey ey ndathi ndisahleli phantsi komthi yadlula yone leyontokazi
Ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlanjeni
Ndaphakama mna ndayilandela ngengo clever wase Rhawutini
Ndasondela sthandwa sam ndicela ukuhamba nawe
Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
Ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga
Ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam bamb' isandlasam s'thandwa sami
Uzakuba ngumama wabantwana bam
Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda
Engaka ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho
Bahlale phantsi bobabini baxoxisane
(Nazi inkomo ebuhlanti)
(Kuvume nabaphansi)
(Besithi eyi sani)
(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)
(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)
Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo)
Ndoyika umama no tata (hhayiko int'enjalo)
Umama uzakundi krwitsha utata uzakundibetha athi ndiya jola (hhayiko int'enjalo)
Ntsika ndiyoyika umama uzakundibetha (hhayiko int'enjalo)
Utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola
Hayi andikaze mna ndiyibone hhay intombazane entle nje ngaye
Please ntombazane uzundimamele nditheth' inyan' sthandwa undi charmile
Endithi ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile
Please ntombazane uzundikholelwe ndithethi inyani sthandwa ndikuthandile
(Nazi inkomo ebuhlanti)
(Kuvume nabaphansi)
(Besithi eyi sani)
(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)
(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni)
(Nazi inkomo ebuhlanti)
(Kuvume nabaphansi)
(Besithi eyi sani)
(Kutheni ungekamthati ndathi yonk' int' irighti)
(Yena ungowami kodwa kukhona ingxaki utata'khe akandifuni ey ey)
Writer(s): Samkelo Lelethu Mdolomba
Lyrics powered by www.musixmatch.com