音樂影片

Vusi Nova - Thandiwe (Official Music Video)
觀看 {artistName} 的 {trackName} 音樂影片

積分

出演艺人
Vusi Nova
Vusi Nova
主唱
作曲和作词
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
词曲作者
Vususmzi Nongxa
Vususmzi Nongxa
词曲作者
制作和工程
Bongani Mahlaole
Bongani Mahlaole
制作人

歌詞

Thandiwe Thandiwe Thandiwe Kwasekuqaleni wawungu Thandiwe wami Ndifuna nokuva nto Xa ndicinga ndiva ubuhlungu Izinto zajika Bekutheni na? Ndisele ndcinga (Ndicinga ngaw' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) (Phakathi kwam nawe yeah iyeah) (Ndicinga ngaw' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) (Phakathi kwam nawe yeah iyeah) Ngoluthando Nd'cela sihlale sibonisane Singayek' umhlaba asihlukanise Kudala siwa mina nawe baby Kodwa sihlala thina sibambile Ew' emhlaben kunzima Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho Thandiwe Thandiwe (Thandiwe) Thandiwe (Thandiwe) (Thandiwe) (Thandiwe Mntakwethu) Thandiwe wam (Kushiyeke ndicinga) (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) baby Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe? No no no no! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) baby (Phakathi kwam nawe?) baby Oh! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) (Phakathi kwam nawe?) Baby! Uhla' usengqondweni yami (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) (Phakathi kwam nawe?) Haybo! Yeah hey! (Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini) (Mntakwethu kwenze njani) (Phakathi kwam nawe?) Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini Mntakwethu kwenze njani Phakathi kwam nawe? Yeah iyeah
Writer(s): Simpiwe Paul Halam, Nongxa Vusumzi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out