積分

演出藝人
Synapson
Synapson
DJ
Louis Teillet
Louis Teillet
吉他
詞曲
Bongeziwe Mabandla
Bongeziwe Mabandla
作詞
Synapson
Synapson
作曲
製作與工程團隊
Synapson
Synapson
製作人
Nk.F
Nk.F
聲樂混音師

歌詞

Xa ndihamba, kwelilizwe
'Bantu bayandibuz'ukuba ndingowaphi
Bathi, "Lona, hay'uzalwa ngubani?"
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay'andiyaz'ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel'emawen' ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ndihlel'emawen' ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ebusuku, andilali mna
Ndiv'abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz'ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba andiyaz'ukuba, ukuba
Hay'andiyaz'ukuba
Mna ndingubanina
Ndihlel'emawen' ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ndihlel'emawen' ndilind'ufike
Ufik'undibambe
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe) heyi
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe (undibambe)
Ufik'undibambe
Written by: Bongeziwe Mabandla, Synapson
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...