音樂影片
音樂影片
積分
演出藝人
Vusi Nova
主唱
詞曲
Bongani Mahlaole
詞曲創作
VUSUMZI NONGXA
詞曲創作
製作與工程團隊
Bongani Mahlaole
製作人
Robin Walsh
其他工程師
歌詞
Amehlo akho
Uncumo lwakho
Ilips zakho
Indlebe zakho
Hayi nyani baby ndichazekile nguwe mna
Oh okanye kukhona into ondifakele yona?
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela
Bayazibiza ngamagama yibhekamina ngedwa
Bayazibiza ngamagama bathi yikorobela
Bayazibiza ngamagama bathi yibhekamina ngedwa
Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndohlala ndikuthanda
Ngentliziyo yam manyan-nyani ndikhalela wena

Yeh! bafethu ndihlala ndicingana naye
Umanimbona nimxelele ukuba ndiyamthanda

Wena usisithandwa sam, ulubambo lwam ndizohlala ndikuthanda
No babe ndizohlala ndikuthanda
Written by: Bongani Mahlaole, VUSUMZI NONGXA