音樂影片
音樂影片
積分
演出藝人
Nile Deep
演出者
Abongile Kabeni
取樣
Vuyolwethu Ntlangeni
取樣
詞曲
Abongile Kabeni
詞曲創作
Vuyolwethu Ntlangeni
詞曲創作
Siphamandla Mvumvu
詞曲創作
製作與工程團隊
Abongile Kabeni
製作人
Vuyolwethu Ntlangeni
製作人
歌詞
Hello ntombazana, usela ntoni
Ngoba mna sendinxile nguwe
Ndithi molo ntombazana
Uncumo lwakho
Ubuhle bakho buyandigqiba
Inxaniwe
Inxaniwe intliziyo yam
Inxaniwe intliziyo yam
Inxanelwe uthando, uthando lwakho
Inxaniwe
Inxaniwe intliziyo yam
Inxaniwe intliziyo yam
Inxanelwe uthando, uthando lwakho
Yibay' ingoma ekhal' ubsuku bonke, empilweni yam
Yiba nothando kumoya wam
Yibay' ingoma ekhal' ubsuku bonke
Yiba nothando kumoya wam
Ntombazana ndipelele kuwe
Akekho ofana nawe
Yele yele
Inxaniwe
Inxaniwe lentliziyo yam
Inxaniwe lentliziyo yam
Inxanelwe uthando, uthando lwakho
Inxaniwe
Inxaniwe lentliziyo yam
Inxaniwe lentliziyo yam
Inxanelwe uthando, uthando lwakho
Ndibona wena wedwa
Ndibona wena wedwa
Yele yele ntombazana
Haisuka
Ntombentle emhlotshazana
Ntombentle emhlotshazana
Written by: Abongile Kabeni, Siphamandla Mvumvu, Vuyolwethu Ntlangeni


