積分
演出藝人
Simphiwe Dana
演出者
詞曲
Simphiwe Dana
作曲
歌詞
Apho ukhona
Londaw'okuyo
Ndiyathemba
Uyintyantyambo
Ndibona wena
Ezinkwenkwezini
Ndiyathemba
Uyinkwenkwezi
Sibane sam
Noma lisibekele
Nkwenkwezi
Ndiyabuva ubugqi bobukho
Bumnyama bungaka
Nkwenkwezi
Ndibona wena
Ndibona wena
Bumnyama bungaka
Nkwenkwezi
(Uyinkwenkwezi)
(Khany'ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka
(Khany'ebumnyameni)
Ngathi uwedwa
(Uyinkwenkwezi)
(Khany'ebumnyameni)
Ubumnyama bungaka
Kungakuthi
Written by: Sinethemba Simphiwe Dana

