歌詞
Ng'suke ng'khulume ngathi soyi two
Umangife bandule bathoxa nako
Baby, wena
Akekho lowa ofana nawe
Phela wen' ubuya ezulwini sthandwa sami
Kude nginthanda kudlula wena, baby
Ndingowakho (Okay)
Ndingowakho
Namhlanje kude kube kunaphakade
Ndingowakho (Ndingowakho my baby)
Ndingowakho (Sthandwa sami na)
Namhlanje kude kube njalo, oh
Ndingowakho (Oh, baby)
Ndingowakho (Ngoxa ndibona na)
Namhlanje kude kube kunaphakade
Ndingowakho (Ndingowakho my baby)
Ndingowakho (Sthandwa sami na)
Namhlanje kude kube njalo, oh
Masambe, baby
Nd'yak'thanda love
Nguwe wedwa endinomela
Naxa ku tough
Ndithathe, baby
And let's make love
Inner person
With each other
Heavenly held
Ndithi, baby
Ndingowakho (Okay)
Ndingowakho (Ngoxa ndibona na)
Namhlanje kude kube kunaphakade
Ndingowakho (Ndingowakho my baby)
Ndingowakho (Sthandwa sami na)
Namhlanje kude kube njalo, oh
Ndingowakho (Oh, baby)
Ndingowakho (Ngoxa ndibona na)
Namhlanje kude kube kunaphakade
Ndingowakho (Ndingowakho my baby)
Ndingowakho (Sthandwa sami na)
Namhlanje kude kube njalo, oh
Nom' uyaphi sthandwa sami, yeah
We're meant for each other naw' uyayazi
Ndiyise far where you desire
Thatha nas' isandla sam'
Ndingowakho (Oh, baby)
Ndingowakho (Ngowakho, baby)
Namhlanje kude kube kunaphakade
Ndingowakho (Ndingowakho my baby)
Ndingowakho (Sthandwa sami na)
Namhlanje kude kube njalo, oh
Written by: Mzwandile Moya, Unathi Nkayi


