音樂影片
音樂影片
積分
演出藝人
Ntando
演出者
詞曲
Robbie Malinga
作曲
Mojalefa Thebe
作曲
Ntando Bangani
作曲
製作與工程團隊
Ntando
製作人
Robbie Malinga
製作人
Mojalefa Thebe
製作人
歌詞
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Bridge]
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ng'yak'thembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethel'injabulo
Nguwe ongiphatha kahle, iyelele
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Verse 1]
Abant'abaningi aph'endleleni
Bahlala bendibuza
Ukuba ndenza njani na
Ndihlala ndikhazimla
[Verse 2]
Nabazali bam bayabuza
Bathi "Kugqubeka ntoni
Okanye ndiwin'i-Lotto"
Ndihlala ndicumile
[Verse 3]
Ngoba wena s'thandwa sam
Ngothando uyang'jabulisa
Ngoba wena s'thandwa sam
Ngothando uyang'jabulisa
[Chorus]
S'thandwa sam nguwe
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Bridge]
Nguwe oyenz'impilo ibelula
Ng'yak'thembisa soze ndikuphoxe
Nguwe ongilethel'injabulo
Nguwe ongiphatha kahle, iyelele
[Verse 4]
Ngoba wena s'thandwa sam
Ngothando uyang'jabulisa
Ngoba wena s'thandwa sam
Ngothando uyang'jabulisa
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
[Chorus]
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Nguwe, s'thandwa nguwe
Nguwe ongiphatha kahle
Written by: Mojalefa Thebe, Ntando Bangani, Robbie Malinga