歌詞

Ubonile? obubumnyama abubalulekanga Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile Abantu, uMama no Sisis Wam Akokukqala, kunje Abanye baphoswe ezingonyameni Abanye barhuqiwe bephila IiNkundla zidlala ngama gama Ubungqina abukho, abuphelelanga Akhomntu usivileyo isijwili saloo Ndoda Yintoni na? ubatla bopaki bo feng? Ke bopaki bo feng,bo o bo batlang? Uthini na? abazibulalanga ababantu Ubonile? obubumnyama abubalulekanga Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile Abantu, uMama no Sisis Wam Akukudalanga, sifumene iNkululeko Kodwa yintoni na, siyona kanje? Ndithi akukudalanga, siqala ukuthembana Ngoku, kutheni na, sisenza kanje? Akukhomntu usivileyo isijwili salaa Mantombazana Ha se la pele ho le tjena Re tshireletse, Re tshireletse Ncedani, singalwi, abamnyama nabamhlophe Ubonile? obubumnyama abubalulekanga Jonga iiNkundla zethu, zisilahlile Abantu, uMama no Sisis Wam Xola Xola Kuzobuye kulunge Xola Kuzobuye kulunge Xola Kuzobuye kulunge
Writer(s): Ringo Madlingozi Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out