類似的歌曲
積分
出演艺人
Lundi
表演者
作曲和作词
Lundi
作曲
S. Mbhele
词曲作者
制作和工程
Lundi
制作人
歌詞
Bulelani kuJehova
Ngokuba elungile
Kuba ububele bakhe
Bungunaphakade
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Bulelani kuJehova
Ngokuba elungile
Kuba ububele bakhe
Bungunaphakade
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Asho amaIsrayeli
Izindlu zawo zonke
Athi ububele bakhe
Bungunaphakade
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Ndikhokhele weJehova
Ndikumhambi Nkosi Yami
Wona amandla andinawo
Ndibuthakathaka
Writer(s): Sipho Mbele, Lundi Tyamara
Lyrics powered by www.musixmatch.com