album cover
Nguwe
11
R&B/騷靈樂
Nguwe 由 Escopia 於 2022年8月5日發行,收錄於專輯《 》中Nguwe - Single
album cover
發行日期2022年8月5日
標籤Escopia
旋律
原聲音質
Valence
節奏感
輕快
BPM83

積分

演出藝人
Anathi Swaphi
Anathi Swaphi
演出者
詞曲
Anathi Swaphi
Anathi Swaphi
詞曲創作

歌詞

Nguwe
Zizenzo zakho
Jooong’indlela zakho
Nguwe, Nguwe, Nguwe
Entliziywen'yami, unendawo
Entliziywen'yam, uhlez’uhleli
Konakele konakele
mmmhh ha welele mama
Intliziy'yami, Ilihlwili
Ingqondo yami, inomva ndedwa
Nguwe, Nguwe, Nguwe
Nguwe Themba lami
Oowadlala ngami
Nguwe, Nguwe, Nguwe
Induk’entle igawlw’ezizweni
Kodwa nomthath’uyawzala umlotha
Ubuhle bekhiwane, aw zimpethu
Aw kodwa ma, hay ngaysola bo
Kuphel’intlanti zakuthi
Inkomo zasekhaya
Yimisebenzi yakho
Naw’uyazbonela
Nguwe, Nguwe, Nguwe
Alusekh’uthando emhlabeni
Abantu bonke, badlala ngalo
Alusekh’uthando ndikhala kuni
Abantu bonke badlala amagames
Nguwe, Nguwe, Nguwe
Written by: Anathi Swaphi
instagramSharePathic_arrow_out􀆄 copy􀐅􀋲

Loading...