音樂影片

音樂影片

積分

演出藝人
Linomtha
Linomtha
聲樂
詞曲
Mapumba Cilombo
Mapumba Cilombo
詞曲創作
Nobuhle Mngcwengi
Nobuhle Mngcwengi
詞曲創作
製作與工程團隊
Mapumba Cilombo
Mapumba Cilombo
製作人

歌詞

Mdali wento zonke
Mdali wento zonke
Mdali wento zonke
Wee mnombo kaNdalo
Wee mnombo kaNdalo
Wee mnombo kaNdalo
Wee Mdali wento zonke
Wee Mdali wento zonke
Mmmmh mmmmh
Udlalile ngathi wena
Udlalile ngathi wena smakade
Udlalile ngathi wena
Udlalile ngathi wena Smakade
Wee mnombo kaNdalo!niyabona na
Wee mnombo kandalo niyabonana
Ummmmh mmmmmmh
Mdali wento zonke
Mdlai wento zonke
Wayaphin'uThixo waseNdulo
Wayaphin'uThixo wooKhokho bethu
Wayaphin'uThixo
UThixo wabazali,uthixo woomama bethu
UThixo owayethandazeka,Wayaphin' uThixo
Wezinyanya,wezinyanya ,
Wayaphin'uThixo wookhokho bethu
Wayaphin'uThixo wezinyanya
UThixo owayethandazwa kum'imigodi
UThixo owayethandazwa kune imvula
Wayaphina?
Wayaphina uThixo woomama bethu
Thixo wootata bethu,wayaphina
Ndiyabuza mna ,wayaphina
Ummmmmh ummmmmmh
Kuthw'unguThixo ongenangqumbo wena
kuthw'unguThixo ongaqumbiyo wena
Wayaphina ?ngabe wayaphina
Ummmm ummmmmmmmmmmh
Bayaf'abantwana bakho omy'emva komnye
Bayafa abantwana bakho omny'emva komnye
Njengezilwanyana ,yhini na Thixo ,wasilahla njalo na
Chorus:Mdali wento zonke-mdali wento zonke
Adl'amarhamncwa,ulindipasi incwadi yakudala,oh ngabe wayaphina
Thixo wakudala,ngabe uzifihle phina Smakade.
Ooh! Mvelingqangi,Qamata
Mvelingqangi
Mdali diphu
Kwenzenjani na
Bangaphin' abantwana abakhulis'abantwana?yhini na Bawo
Bayakhal'abazali boyik'abazukulwana owu yhini na Bawo
Ingabekwenzenjanina ,yanguvul'azibhuqe kwizwe lakho
Wayaphina? wayaphina Thixo wezinyanya? ( x2)
Mdali wento zonke
Mdali wento zonke
Mdali wento zonke (x 4)
Waphenduk'uThix'onemizi wena
Waphenduk'uThix'okhethayo wena
Waphenduk'uThix'onabantu bakhe
Awu ulimenemene ,inyoronyoro
Ummmmm mmm
Ngabe wayaphin'uThixo wakudala
Ummmm
Hayi akasekho,ngabe wayaphin'uThixo wakudala
Ngob'akasekho, akekho lo !mmm akekho lo
Kunguvul'azibhuqe ezweni lakho
Kunguvulazibhuqe ebantwaneni bakho
Yingqumbo enjani na lena,yhini Mvelingqangi
Yhini Mvel'ingqangi
Qamata!mmmmm Camagu mmm
Qamata mmmmm Camagu mmmm
Siyakucela Simakade!,sicela intethelelo
Siyakucela Mvelingqangi sicela intethelelo
Siyakucela mvel'ingqangi,qamata! Mvelingqangi Qamata
Thixo wakudala.
Written by: Mapumba Cilombo, Nobuhle Mngcwengi
instagramSharePathic_arrow_out

Loading...