積分
演出藝人
Quote T
合唱團
詞曲
Lwandile Ntshinka
作詞
製作與工程團隊
Aejay SA
母帶工程師
Namu Ndlumane
製作人
歌詞
(Sample)
(Uthi asoze wandilahla)
(Uthi asoze wandilahla)
(Mumbling)
Uthi asoze wandilahla
Noba ndisiwa uzondibamba
Pha kowabo nzomlanda
Akandiphathisi ngekhanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Ndiyamthanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Uthi asoze wandilahla
Noba ndisiwa uzondibamba
Pha kowabo nzomlanda
Akandiphathisi ngekhanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Ndiyamthanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Umalume wakhe akafuni ngaye
Ufuna inkoma andinamali but I'm tryin
Ndizomthengela i Hansa for uba ndikubone wena dali
Khawuphume phandle zinkumbulo baby am dying
Uzohlezi ungowami
(Voice note playing)
Uthi asoze wandilahla
Noba ndisiwa uzondibamba
Pha kowabo nzomlanda
Akandiphathisi ngekhanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Ndiyamthanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Uthi asoze wandilahla
Noba ndisiwa uzondibamba
Pha kowabo nzomlanda
Akandiphathisi ngekhanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Ndiyamthanda
Hay lomntana ndiyamthanda
Written by: Lwandile Ntshinka