Lyrics

Ndiphanse ndaphoswa ndisith' alukho Ndancama ndisith' alusekho Basekhona n' abanjena? Basekhona n' abathanda ngempela? Zange ndalubon' uthand' olunje Ndaluphiw' uthand' olunje Oluthi kum "hlala kumnandi Hlala noba kunzima" Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo Xa esith' uyndthanda Ndithanda nalendlela athetha nam Xa esithi ndimoshile Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo Xa esith' uyandthanda Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo Xa esithi ndonile Myekeni lona ngowam Myekeni lona lubambo lwam Myekeni lona ngowam Myekeni lona sis'thandwa sam Ndandithi mna uthandw' alukho Ndisithi mna kudlwa nje Basekhona n' abanjena? Basekhona n' abathanda ngempela? Zange ndalubon' uthand' olunje Ndaluphiw' uthand' olunje Oluthi kum "hlala kumnandi Hlala noba kunzima" Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo Xa esith' uynd'thanda Ndithanda nalendlela athetha nam Xa esithi ndimoshile Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo Xa esith' uyandthanda Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo Xa esithi ndonile Myekeni lona ngowam Myekeni lona lubambo lwam Myekeni lona ngowam Myekeni lona sis'thadwa sam Ndiyabulela bawo (Ndizithoba) Ndyabulela nkosi (Ngal 'uthando) Ndyabulela bawo(wayenz' indaba) Ndyabulela bawo(Nam ndithandiwe) Undiphile nkosi (uthando lwam) Undinikile Somandla (sisthandwa sam) Undiphile nkosi (ubambo lwam) Undinikile Somandla (sisthandwa sam) Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo Xa esith' uynd'thanda Ndithanda nalendlela athetha nam Xa esithi ndimoshile Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo Xa esith' uyand'thanda Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo Xa esithi ndonile Myekeni lona ngowam Myekeni lona lubambo lwam Myekeni lona ngowam Myekeni lona sis'thandwa sam Ndithanda ngale ndlel' andibamba ngayo Xa esith' uynd'thanda Ndithanda nalendlela athetha nam Xa esithi ndimoshile Ndithanda ngale ndlel' athetha ngayo Xa esith' uyand'thanda Ndithatha nale ndlel' andbamba ngayo Xa esithi ndonile Myekeni lona ngowam Myekeni lona lubambo lwam Myekeni lona ngowam Myekeni lona sis'thandwa sam
Writer(s): Ntobeko Ngcizela, Luthando Ngcizela, Ntuthuko Hazel Mdluli Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out