Lyrics

Khawuleza Khawuleza Khawuleza mama Khawuleza Fihla namagogo O tshwala Fihla namapelican Fihla namagogo Emigqombothi Fihla namapana Fihla namapelican Fihla namagogo O tshwala Yakhala impempe Eyamaphoyisa Khawuleza Khawuleza Khawuleza mama Khawuleza Fihla namagogo O tshwala Fihla namapelican Fihla nogavini Fihla namabhabatoni Vulani amamigo We mama Fihla namagogo Emigqombothi Abomama bayakhala emashabini Sheshisa mama yo! Fihla namagogo Emigqombothi Fihla nogavini Fihla namapelican Fihla namabhabaton We! Mama Nankha amaphoyisa Azongena endlini mama Khawuleza Shshisa mama Khawulza Khawuleza mama Njonga, njonga, njonga yo! Khawuleza Iyo mama Khawuleza Njonga njonga njonga yo! Khawuleza Iyo mama Khawulza Sheshisa mama Njonga njonga njonga yo Khawuleza Iyo! Mama Fihla namapelican Njonga njonga njonga yo! Khawuleza iyo mama Fihla namabhabaton Bathi nanka amaphoyisa Ayangena endlini mama Bathi khawuleza Nanka amaphoyisa Ayangena endlini mama Khawuleza mama Nanka amaphoyisa Ayangena endlini mama Bathi khawuleza Nanka amaphoyisa Ayangena endlini mama Khawuleza mama (INSTRUMENT) Khawuleza Khawuleza Iyo mama Khawuleza Bathi nanka amaphoyisa Ayangena endlini mama Oh khawuleza Nanka ya amaphoyisa Ayangena endlini mama Sheshisa mama Khawuleza mama Sheshisa mama Azongena endlini mama Sebathi fihla namapelican Fihla namabhabaton Fihla nemigqombothi Fihla Nanka azongena endlini Fihla namagogo Fihla namabhabaton Fihla namapelican Fihla nemigqombothi Fihla nogavini
Writer(s): Dorothy Masuku Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out