Featured In

Listen to Country Girl by Zahara
ALBUMCountry GirlZahara
Listen to Zahara Essentials featuring Zahara
PLAYLISTZahara EssentialsApple Music African

Credits

PERFORMING ARTISTS
Zahara
Zahara
Performer
Devine Mitchell
Devine Mitchell
Guitar
Qhubekani Mthethwa
Qhubekani Mthethwa
Bass Guitar
Bheki Mthembu
Bheki Mthembu
Keyboards
Siyabulela Satsha
Siyabulela Satsha
Drums
COMPOSITION & LYRICS
Bulelwa Mkutukana
Bulelwa Mkutukana
Composer
R Malinga
R Malinga
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Angelo Dos Santos
Angelo Dos Santos
Engineer
Donovan Leon
Donovan Leon
Mixing Engineer
R Malinga
R Malinga
Producer
TK Nciza
TK Nciza
Executive Producer
Sibusiso Leope
Sibusiso Leope
Executive Producer
Rogan Kelsey
Rogan Kelsey
Mastering Engineer

Lyrics

Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Ngapha nangapha ndiv' amagama am Bayandibiza, ndiv' ingxolo Bebecinga ndizoyekelela Kodwa ndinethamsanqa Kodwa ndinethamsanqa Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum Ndivuke kubalel' engqondweni yam Ndipheth' intliziyo yam ngezandla Kodw' ithemba lam likhona Kuzoba luhlaza ngomso Kuz' izaqhwithi Kuz' izivunguvungu Khawuleza Khawuleza Kuz' izaqhwithi Kuz' izivunguvungu Khawuleza Khawuleza Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum Kuz' izaqhwithi Kuz' izivunguvungu Khawuleza Khawuleza Kuz' izaqhwithi Kuz' izivunguvungu Khawuleza Khawuleza Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum, kum Macala onke Zonk' intaba ziwela kum, kum Kuyadidizela Zonk' intaba ziwela kum
Writer(s): Robinson Malinga, Bulelwa Mkutukana Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out